Deborah Fraser – Nzulu Yemfihlakalo Mp3 Download
Nzulu Yemfihlakalo by Deborah Fraser Mp3 Download
Get this amazing new song titled Nzulu Yemfihlakalo by Deborah Fraser. Deborah Marcia Fraser (June 9, 1965 – May 15, 2022) was a South African gospel singer. She began her career in 1985 as a backing singer, and recorded her own album in 2000, titled Abanye bayombona. His song is available for streaming and downloading on all our platform.
Download & Stream Mp3 Below
Lyrics Of Nzulu Yemfihlakalo by Deborah Fraser
Nzulu yemfihlakaloNzulu yesimangaEzalise umhlabaNesibhakabhaka
Lenzulu yesimangaNgokathix’unyanaOweza ebantwiniNgokuba sindisa
Wabon’uluntu lonkeLuwel’esonweniImiphefumlo yonkeIhleli elishweni
Oh wasikwa yimfesaneEngumangalisoWathabathela kuyeLonk’ihlazo labo
Hayi obobunzuluBoluthando lwakhoNalo msebenzi wakhoOngenakuqondwa
Abakholwayo namhlaAbanakugwetywaMawudunyiswe nkosiKuse phakadeni
Lenzulu yesimangaNgokathix’unyanaOweza ebantwiniNgokuba sindisa
Lenzulu yesimangaNgokathix’unyanaOweza ebantwiniNgokuba sindisa
Lenzulu yesimangaLenzulu (Ngokathix’unyana)Oweza kithi (Oweza ebantwini )Ngokuba sindisa
Oh lenzulu (Lenzulu yesimanga )Ngokathix’unyanaOweza(Oweza ebantwini)Ngokuba sindisa
Leave a Reply